Esi sifundo siyinxalenye ye-COST Action IS0804(http://www.bi-sli.org/). Sakha uluhlu lwemisebenzi yeleksikhoni yolwimi lonke ukuhlola isigama nokusetyenziswa kweleksikhoni yabantwana abathetha iilwimi ezimbini kwiilwimi ezahlukeneyo. Sidinga uncedo lwakho ukufumana ulwazi olumalunga nokuba ingaba abantwana abafunda ulwimi lwakho lwasekhaya bawafunda nini amagama athile. Ukuzalisa ifayile kudingeka i-Microsoft Office Excel okanye i-OpenOffice.org Calc. Eyesibini ifumaneka mahala ku-http://www.openoffice.org/. Khumbula ukuba umelwe kukuyizalisa ngolwimi lwakho lwasekhaya ifayile.
Khuphela olunye uhlelo lolwimi: Afrikaans لهجات لبنان català čeština dansk Deutsch Ελληνικά American English British English South African English español Gaeilge Հայերեն IsiXhosa íslenska italiano עִבְרִית Lëtzebuergesch lietuvių magyar Malti Bahasa Melayu Nederlands polski русский язык slovensky srpski suomi svenska Türkçe
Thumela isaveyi